Skip to product information

Halala! Thoko (isiXhosa Edition) (Paperback)

Regular price R 135.00
Sale price R 135.00 Regular price R 135.00
Tax included.

Author: Niki Daly

ISBN: 9781431425280

Nanko uThoko esiza! UThoko uluncedo! UThoko uyonwabisa! UThoko ulungile! UThoko liqhawekazi elithandekayo elitsha likaNiki Daly. UThoko unobomi, kwaye apho akhoyo ubashiya abantu begigitheka lulonwabo aze abashiye abambalwa bengonwabanga. Ngokuqinisekileyo, uThoko uza kuba ngomnye umhlobo wethu othandekayo. UNiki ukwenza ukufunda ngobomi usengumntwana kube malunga nezinto zokwenyani yaye konwabise. Ngonyaka wama-2009 uNiki wawongwa ngembasa iMolteno Gold Award ngeMpumelelo yanaPhakade kuNcwadi. Le yincwadi yokuqala kuluhlu lweencwadi ezimalunga noThoko, enamabali amane ekulula ukuwafunda.
READ MORE