Skip to product information

Kantiga Uthola Igama Elimfanele: isiXhosa Edition (Paperback)

Regular price R 89.00
Sale price R 89.00 Regular price R 145.00
Tax included.

Author: Mabel Mnensa

ISBN: 9781431428762

“Kwaye kukho intombazana entle encinane enentliziyo enkulu njengegama layo, uKantiga. Kodwa uKantiga wayengalithandi igama lakhe.” Esakuva oku, uGogo umbalisela ibali losapho lengqayi engummangaliso ebonakala ngathi ayinamsebenzi ngenxa yokuba ichachambile kwaye yonakele. Sifunda ngendlela esithi esi siphene siyenze igqibelele nangakumbi.

Landela eli bali limnandi lizele ubumbejembeje nobuntsomi, njengoko uKantiga ezama ukufumana igama eligqibeleleyo ekwakuhambo lokufunda banzi ngobuni bakhe nemvelaphi yakhe.

READ MORE