uShudu u Fumanisa ukuba UnoMlingo (Xhosa Edition) (Paperback)
Regular price
R 69.00
Sale price
R 69.00
Regular price
R 95.00
Unit price
/
per
Tax included.
Couldn't load pickup availability
Author: Shudufhadzo Musida
ISBN: 9781431431410
Kule ncwadi entle kangakanana nenika inkuthazo, uMiss South Africa, uShudufhadzo Musida, ubalisa ngebali lakhe lobuntwana; eyintombazana ethanda ukucula, ukudanisa nelincoko, ekhulele kwilali eyaziwa ngokuba yiHa-Vhangani, egcwele uthando, ingakumbi elikamama wakhe noGogo Gugu.
Kodwa izinto zange zimhambele kakuhle uShudu ngelixa ethuthela kwidolophu entsha, apho afika agezelwe ngabanye afunda nabo, bemenza isigculelo sabo.
Funda ngendlela uShudu ajongana nazo ngayo iintsizi zakhe nemingeni adibana nayo, aze abe yintombazana, nenina eliqolileyo elifunde kabanzi ngokuzithanda!

READ MORE