Wanda (isiXhosa Edition) (Paperback)
Regular price
R 130.00
Sale price
R 130.00
Regular price
R 130.00
Unit price
/
per
Tax included.
Author: Sihle Nontshokweni, Mathabo Tlali
ISBN: 9781431428991
Khawudibane noWanda, onesihlwitha seenwele ezintle. Ukhaliphile yaye womelele, kodwa akonwabanga kuba usoloko echwikishwa ngalo lonke ixesha ngamakhwenkwe afunda nawo esikolweni. Ngokumane ekhumbula iimfihlelo zikaMakhulu wakhe ngokubotshwa, ukuqhinwa nokukanywa kweenwele, uyaqalisa ukuyamkela into yokuba iinwele zakhe zisisithsaba ekufuneka aziqhenye ngaso. Le ncwadi imalunga nobuni kunye nobuhle, kwaye ibhiyozela ukuziqhenya ngenkcubeko ethi igqithiselwe izizukulwana ngezizukulwana.
READ MORE
