Wonderfully Made: IsiXhosa (Paperback)
Regular price
R 160.00
Sale price
R 160.00
Regular price
R 160.00
Unit price
/
per
Tax included.
Couldn't load pickup availability
Author: Tshwanelo Serumola
ISBN: 9781776251216
Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke,kwaye ayawushukumisa umhlaba.Singaba ziingcali kwezenzululwazi, amagcisa, iinjineli okanye naluphi na uhlobo lobuvulandlela.
Amantombazana antsundu akhaliphile, silandela umzekelo wamanye amanina akhethekileyo! Nditsho amanina awayekhoina phambi kokuba sizalwe-oodade bethu noomama bethu
Incwadi ethi Sidalwe ngokukhethekileyo yincwadi eyakhayo nenika inkuthazo kumantombazana antsundu. Incoma indllela la mantombazana antsundu ngayo ngokwahlukileyo, anemizimba eyahlukileyo namile ngokwahlukileyo ngayo. Le ncwadi fundisa amantombazana hayi ukuzamkela nje kuphela koko ukubhiyozela indlela adalwe ngokukhethekileyo ngayo ngokwasemizimbeni, ngokweentalente zawo ngelixa ikwakhuthaza ukuba abe namaphupha amakhulu aphuhlise nesakhono sawo sokuyila

READ MORE